1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Elowo ke uphiwa ukubonakalalisa uMoya, kuze kubekho okulungele bonke
对照
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:7
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:27
Nina ke ningumzimba kaKristu, ngokwamalungu mnye.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:27
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:26
kuthi, nokuba lilungu elinye eliva ubunzima, avelane amalungu onke; nokuba lilungu elinye elizukiswayo, avuyisane amalungu onke.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:26
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:8-10
Kuba omnye okunene uphiwa ngaye uMoya ilizwi lobulumko; omnye ke, ilizwi lokwazi kwangaloo Moya; wumbi ke uphiwa ukholo kwangaloo Moya; omnye ke, izibabalo zeziphiliso kwangaloo Moya; omnye ke uphiwa imimangaliso; omnye isiprofeto esi; omnye ke, ukucalula oomoya; wumbi ke, iintlobo zeelwimi; omnye ke, ukucaciswa kweelwimi
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:8-10
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:11
Zonke ke ezi zinto zisetyenzwa kwangaloo Moya mnye; umabela elowo ngokwakhe njengoko athandayo.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:11
6
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:25
ukuze kungabikho kwahlukahlukana emzimbeni; kodwa ukuba amalungu anyamekelane
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:25
7
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:4-6
Ke kaloku kukho izabelo ngezabelo zezibabalo, kodwa ke ikwanguloo Moya mnye. Kukho nezabelo ngezabelo zezabelo zemisebenzi, kodwa ikwayiloo Nkosi inye. Kukho nezabelo ngezabelo zeentsebenzo, kodwa ke ikwanguloo Thixo mnye uzisebenzayo izinto zonke kubo bonke.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:4-6
8
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:28
Inxenye uThixo wayimisa ebandleni, kuqala yangabapostile, okwesibini abaprofeti, okwesithathu abafundisi; kwaza kwaba yimisebenzi yamandla, kwaba zizibabalo zeziphiliso, iintsizo, izilawulo, iintlobo zeelwimi.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:28
9
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:14
Kaloku nomzimba lo ungelungu linye, ungamaninzi.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:14
10
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:22
Kambe ke wona amalungu la malungu omzimba abonakala ebuthathaka ngakumbi.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:22
11
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:17-19
Ukuba umzimba lo uphela ubuliliso, bekuya kuba phi na ukuva? Ukuba ubukukuva uphela, bekuya kuba phi na ukusezela? Kungoku ke, uThixo uthe wawamisa amalungu onke emzimbeni, njengoko ethanda. Ukuba ke onke ebelungu linye, ubuya kuba phi na umzimba?
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 12:17-19
主页
圣经
计划
视频