1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Anibanjwanga sihendo singesabantu; kodwa uThixo uthembekile, ongayi kuvumela ukuba nilingwe ngaphezu kweninako; owothi, kunye nesilingo eso, avelise ithuba lokuphuma kuso, nibe nako ukuthwala.
对照
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:13
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:31
Ke ngoko, nokuba niyadla, nokuba niyasela, nokuba nenza yiphi na into, zenzeleni uzuko lukaThixo izinto zonke.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:31
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:12
Ngoko ke lowo uba umi, makalumke angawi.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:12
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:23
Zonke izinto zivumelekile kum, noko azindilungele zonke. Zonke izinto zivumelekile kum, noko azakhi zonke.
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:23
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:24
Makungabikho namnye ufuna okukokwakhe ukulungelwa
探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 10:24
主页
圣经
计划
视频