YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9 的热门经文

1

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:25-26

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bonke ke abantu abazamayo, baba ziingcathu ezintweni zonke. Oko ke ukuze bazuze isithsaba esinokonakala; ke thina, singenakonakala. Mna ke ngoko ndenjenjalo ukubaleka, ndingangi andiqondi; ndenjenjalo ukulwa, ndingangi ndibetha umoya

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:25-26

2

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:27

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndisuka ndiwuqobe umzimba wam, ndiwuxinzelele phantsi, hleze ndithi, ndakuba ndizivakalisile iindaba ezilungileyo kwabanye, ndibe mna ndingumlahlelwa phandle.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:27

3

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:24

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Anazi na, ukuba abo babalekayo elugqatsweni, babaleka bonke okunene, kodwa ke mnye owamkelayo umvuzo? Balekani ngokunjalo ke, ukuze nizuze.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:24

4

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

kwabo bangenamandla, ndaba njengongenamandla, ukuze ndibazuze abangenamandla; kubo bonke ndesuka ndaba ziinto zonke, ukuze ngeendlela zonke ndisindise inxenye.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 9:22

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频