Ndihlala ndibulela kuye uThixo wam, ndikukhankanya emithandazweni yam ngamaxesha onke; Ndiluvile nje uthando lwakho nokholo onalo kuyo iNkosi uYesu nakubo bonke abangcwele, ukuze ubudlelane bokholo lwakho bube nokusebenza ngokwazi konke okulungileyo okukuni, okuKristu Yesu.
Funda KuFilemon 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KuFilemon 1:4-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo