uMateyu 7:1-2

uMateyu 7:1-2 CXB24

Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

Umfanekiso weVesi ye uMateyu 7:1-2

uMateyu uMateyu 7:1-2 - Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.