Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMATEYU 7:1-2

UMATEYU 7:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela abanye ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

Yabelana
Funda UMATEYU 7

UMATEYU 7:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Musani ukugweba, ze nani ningagwetywa nguThixo – kuba ngokugweba enigweba abanye ngako, uThixo uya kunigweba kwangako nani; nendlela enabela abanye ngayo, nani niya kwabelwa kwangayo nguThixo.

Yabelana
Funda UMATEYU 7

UMATEYU 7:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

Yabelana
Funda UMATEYU 7

UMATEYU 7:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

NINGABEKI tyala, ukuze ningabekelwa tyala nani: ngokuba ukubekwa kwetyala enibeka ngako, niya kubekelwa kona; nokulinganisa enilinganisa ngako, kwobuya kulinganiselwe nina.

Yabelana
Funda UMATEYU 7

UMATEYU 7:1-2

UMATEYU 7:1-2 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo