uMateyu 7:1-2
uMateyu 7:1-2 CXB24
Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.