Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:4-6

Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:4-6 XHO1902A

Ndiyabulela KUTIXO wam, ndikukankanya amaxesha onke emitandazweni yam, ndisiva nje utando lwako nokolo, olo unalo ngakuyo INKOSI u‐Yesu, nangakubo bonke abangcwele; ukuba ubudlelana bokolo lwako bube busebenza ekwaziweni kwako konke okulungileyo okukuni, busebenzela u‐Kristu Yesu.