Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 5:13

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 5:13 XHO1902A

Ngokuba nina benibizelwe inkululeko, bazalwana! ize kodwa ningapati inkululeko yenu ibe lituba kwinyama, niti nikonzelane ngalo utando.