Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KUMAGALATI 5:13

KUMAGALATI 5:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba nina nabizwelwa enkululekweni, bazalwana; kodwa ke musani ukuthi, ukuyiphatha inkululeko leyo, nivulele inyama ithuba; manisuke ngalo uthando nikhonzane.

Yabelana
Funda KUMAGALATI 5

KUMAGALATI 5:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

Nina, mawethu, nibizelwe enkululekweni. Kodwa ke inkululeko yenu mayingabi lokroba lokuba nilawulwe sisimo esidala. Ndaweni yaloo nto khonzanani niqhutywa luthando.

Yabelana
Funda KUMAGALATI 5

KUMAGALATI 5:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba nina nabizelwa enkululekweni, bazalwana; kodwa ke musani ukusebenzisa inkululeko yokuxhelela inyama; kodwa khonzanani niqhutywa luthando.

Yabelana
Funda KUMAGALATI 5

KUMAGALATI 5:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba nina benibizelwe inkululeko, bazalwana! ize kodwa ningapati inkululeko yenu ibe lituba kwinyama, niti nikonzelane ngalo utando.

Yabelana
Funda KUMAGALATI 5

KUMAGALATI 5:13

KUMAGALATI 5:13 XHO75KUMAGALATI 5:13 XHO75KUMAGALATI 5:13 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo