Ngaloo mhla uNdikhoyo amaSirayeli wawoyisela ngawo ama-Amori uYoshuwa wabhekisa kuNdikhoyo phambi kwawo onke amaSirayeli, wathi: “ ‘Langa, yima phezu kweGibheyon. Wena nyanga, yima phezu kwentili iAyalon.’
Funda UYOSHUWA 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOSHUWA 10:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo