1
uHoseya uHoseya 8:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ngokuba babehlwayele umoya, bavuna umoya osisaqhwithi; ihlumelo aliyi kuvelisa umgubo; ukuba kunjalo, boyidla abasemzini.
Thelekisa
Phonononga uHoseya uHoseya 8:7
2
uHoseya uHoseya 8:4
Bamise ookumkani, kungengam; Bamise abathetheli, ndingazi mna; isilivere yabo negolide yabo bazenzele izithixo, ukuze batshatyalaliswe.
Phonononga uHoseya uHoseya 8:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo