1
uAmosi uAmosi 4:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ngokuba yabona, ulowenza iintaba, ulowenza umoya, uloxelela umntu iingcinga zakhe, ulowenza mnyama isifingo, ulongena ezindaweni eziphakamileyo zehlabathi, uYehova, uThixo wemikhosi, igama lakhe.
Thelekisa
Phonononga uAmosi uAmosi 4:13
2
uAmosi uAmosi 4:12
Ngako oko ndiya kwenjenjalo kuwe, Sirayeli; ngokuba ndiya kwenjenje ke kuwe, zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho, Sirayeli.
Phonononga uAmosi uAmosi 4:12
3
uAmosi uAmosi 4:6
Ndaninika ubumsulwa bamazinyo emizini yenu yonke, nokuswela isonka ezindaweni zenu zonke; noko anibuyelanga kum; utsho uYehova.
Phonononga uAmosi uAmosi 4:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo