Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UAMOSI 4:12

UAMOSI 4:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngako oko ndiya kwenjenje kuwe, Sirayeli; ngokokuba ndiya kwenjenje ke kuwe, zilungiselele ukuhlangabeza uThixo wakho, Sirayeli.

Yabelana
Funda UAMOSI 4

UAMOSI 4:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ke ngoko, Sirayeli, ndophinda ndikwenze konke oku. Ke, njengoko ndiza kwenjenjalo, zilungiseleleni, maSirayeli, ukuhlangana noThixo wenu.”

Yabelana
Funda UAMOSI 4

UAMOSI 4:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngako oko ndiya kwenjenjalo kuwe, Sirayeli; ngokuba ndiya kwenjenje ke kuwe, zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho, Sirayeli.

Yabelana
Funda UAMOSI 4

UAMOSI 4:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngako oko ndiya kwenza ngokunjalo kuwe, Sirayeli! ngokokuba oku ndiya kukwenza kuwe, lungiselela ukumkaulela UTIXO wako, Sirayeli!

Yabelana
Funda UAMOSI 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo