1
U‐Jobi 28:28
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Wayesiti kuye umntu: Bona ke, ukwoyika INKOSI, oko kububulumko; nokumka enkohlakalweni kuyingqondo.
Thelekisa
Phonononga U‐Jobi 28:28
2
U‐Jobi 28:12-13
Kodwa ubulumko, kupina buya kufunyanwa? ipina ke indawo yengqondo? Akwaziwa ngumntu inani labo; abufunyanwa elizweni labahleliyo kanjalo.
Phonononga U‐Jobi 28:12-13
3
U‐Jobi 28:20-21
Kodwa ubulumko, buvela pina? nendawo yengqondo ipina ke? bufihlakele nje emehlweni abo bonke abahleliyo, busitele nasezintakeni zezulu.
Phonononga U‐Jobi 28:20-21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo