UYOBHI 28:20-21
UYOBHI 28:20-21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ubulumko buvela phi na ke, Yiyiphi na indawo yengqondo? Bufihlakele emehlweni eento zonke eziphilileyo; Busithakele nasezintakeni zasezulwini.
Yabelana
Funda UYOBHI 28UYOBHI 28:20-21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke, ngaba uphi owona mthombo wobulumko? Umntu angalufumana phi ulwazi? Abubonakali kuzo zonke izinto eziphilileyo, nditsho nakweyona intingayo intaka.
Yabelana
Funda UYOBHI 28