UYOBHI 28:12-13
UYOBHI 28:12-13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke bona ubulumko bufunyanwa phi na? Iphi na indawo yengqondo? Àkalazi umntu ixabiso labo; Àbufunyanwa ezweni labahleliyo.
Yabelana
Funda UYOBHI 28UYOBHI 28:12-13 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Kambe ke, bungaze bufumaneke phi ubulumko? Khona lona ulwazi lungazuzwa phi? Ewe, ubulumko abunakufumaneka ebantwini; kaloku akukho namnye ulaziyo nexabiso labo.
Yabelana
Funda UYOBHI 28