Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Hamose 4

1

U‐Hamose 4:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba, bona ke, owadala intaba, owenza umoya; oxelayo emntwini into kuyiyo ukucamanga kwake; okwenzayo ukusa kube bubumnyama, onyatelayo pezu kwendawo ezipezulu zomhlaba; NGUYEHOVA, UTIXO wemikosi, igama lake.

Thelekisa

Phonononga U‐Hamose 4:13

2

U‐Hamose 4:12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako oko ndiya kwenza ngokunjalo kuwe, Sirayeli! ngokokuba oku ndiya kukwenza kuwe, lungiselela ukumkaulela UTIXO wako, Sirayeli!

Thelekisa

Phonononga U‐Hamose 4:12

3

U‐Hamose 4:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nangona ndininikile ubumhlope bamazinyo kuzo zonke izixeko zenu, nokusweleka kwesonka kuyo yonke imizi yenu, anibuyelanga kum noko, utsho UYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga U‐Hamose 4:6

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Hamose 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest