Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka EYEZIQALO 5

1

EYEZIQALO 5:24

IBHAYIBHILE

XHO96

Wayesoloko enobudlelane noThixo ngalo lonke elo xesha. Kamva ke wathi shwaka akaziwa apho akhoyo, kuba wayethathwe nguThixo.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 5:24

2

EYEZIQALO 5:22

IBHAYIBHILE

XHO96

Emva koko uInoki wahlala amakhulu amathathu eminyaka edlelana noThixo. Uphinde wanabanye abantwana.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 5:22

3

EYEZIQALO 5:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Nanga amagqabantshintshi ngoAdam. (Kaloku uThixo ukudala kwakhe abantu, wabenza bafana naye.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 5:1

4

EYEZIQALO 5:2

IBHAYIBHILE

XHO96

Wadala indoda nomntu obhinqileyo, wabathamsanqelisa, wathi bangabantu. )

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 5:2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo