Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka EYEZIQALO 4

1

EYEZIQALO 4:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuba ubulungisile, ngewamkelekile; kodwa ke, kuba wenze ububi, isono sesikungxangele emnyango. Isono sifuna ukukulawula, kodwa uze usilwe usoyise.”

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 4:7

2

EYEZIQALO 4:26

IBHAYIBHILE

XHO96

USeti wazala unyana, wathi nguEnoshe. Baqala ngoko ke abantu ukunqula igama *likaNdikhoyo.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 4:26

3

EYEZIQALO 4:9

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo uthe kuKayen: “Uphi uAbheli umntakwenu?” Wathi uKayen ukuphendula: “Andazi. Ndingumalusi womntakwethu mna kakade?”

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 4:9

4

EYEZIQALO 4:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Uthe ke uNdikhoyo: “Uyenzele ntoni into embi kangaka, Kayen? Igazi lomntakwenu oliphalazele emhlabeni liyakhala, likhalela impindezelo.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 4:10

5

EYEZIQALO 4:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Uphendule wathi uNdikhoyo: “Hayi, akunjalo; ukuba kubekho mntu ukubulalayo, ndomohlwaya ngokuphindwe kasixhenxe.” Waza ke uNdikhoyo wamphawula uKayen khon' ukuze nabani na odibana naye angambulali.

Thelekisa

Phonononga EYEZIQALO 4:15

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo