IGENESIS 5:2 - Compare All Versions
IGENESIS 5:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wadala indoda nenkazana, wabasikelela, wabathiya igama elinguAdam,• mhlana wabadala.
Yabelana
IGENESIS 5 XHO75IGENESIS 5:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wadala indoda nomntu obhinqileyo, wabathamsanqelisa, wathi bangabantu. )
Yabelana
IGENESIS 5 XHO96IGENESIS 5:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wadala indoda nenkazana; wabasikelela, wababiza ngokuba nguAdam ngomhla wokudalwa kwabo.
Yabelana
IGENESIS 5 CXB24IGENESIS 5:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabadala indoda nomfazi, wabatamsanqela, wababiza ngegama elingumntu, ngomhla wokudalwa kwabo.
Yabelana
IGENESIS 5 XHO1902A