Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMSEBENZI WABATHUNYWA 20

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:35

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndinibonisile ngeendlela zonke ukuba sifanele ukusebenza nzima, ukuze sincede nabo bahluphekileyo, siwakhumbula amazwi eNkosi athi: ‘Kuluyolo ukupha ngaphezu kokuphiwa.’ ”

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:35

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:24

IBHAYIBHILE

XHO96

Kodwa kum ukuphila akubalulekanga ngaphezu kokuba ndilufeze ubizo lwam, ndiwugqibe umsebenzi endawunikwa yiNkosi wokuvakalisa iindaba ezimnandi zesisa sikaThixo.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:24

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:28

IBHAYIBHILE

XHO96

Zilumkeleni nina ngokwenu, niwulumkele nawo umhlambi athe uMoya oyiNgcwele wanibeka phezu kwawo. Yibani ngabelúsi bebandla likaThixo, athe walizuza ngegazi lowakhe uNyana.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:28

4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:32

IBHAYIBHILE

XHO96

“Ngoko ke ndiyambongoza uThixo ukuba makanikhusele. Uya kunakha ngodaba lwesisa sakhe, olunamandla okunenza nilixhamle ilifa kunye nabo bonke abantu bakhe.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:32

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMSEBENZI WABATHUNYWA 20

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest