Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZENZO 20:24

IZENZO 20:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Andikhathalele nanye yezi zinto; kanjalo nobomi bam obu andinqabe nabo, ukuze ndilufeze uhambo lwam ngovuyo, nolungiselelo endalwamkelayo eNkosini uYesu, lokuqononondisa iindaba ezilungileyo zobabalo lukaThixo.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:24 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa kum ukuphila akubalulekanga ngaphezu kokuba ndilufeze ubizo lwam, ndiwugqibe umsebenzi endawunikwa yiNkosi wokuvakalisa iindaba ezimnandi zesisa sikaThixo.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kambe ke ubomi bam andibugqali njengobalulekileyo kum, ukuze ndilufeze ugqatso lwam ngovuyo, nolungiselelo endalwamkelayo lweNkosi uYesu, lokungqina iindaba ezilungileyo zobabalo lukaThixo.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Koko ndingakatali zezizinto nanye, kanjako andibali ubomi bam ngokuba bunqabile kum, ukuze ndifeze uhambo lwam ngovuyo, nobukonzi endabamkelayo KWINKOSI u‐Yesu, ukuba ndinqi̔nise ivangeli yofefe LUKATIXO.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:24

IZENZO 20:24 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo