Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZENZO 20:32

IZENZO 20:32 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nokwakaloku nje, bazalwana! ndiyanibekela KUTIXO nakwilizwi lofefe lwake, konamandla okunaka, nokunipa ilifa pakati kwabo bonke abenziwe ngcwele.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:32 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kungoku, bazalwana, ndiyaniyaleza kuThixo nakwilizwi lobabalo lwakhe, onako ukunakha, aninike ilifa phakathi kwabo bonke abangcwalisiweyo.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:32 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ngoko ke ndiyambongoza uThixo ukuba makanikhusele. Uya kunakha ngodaba lwesisa sakhe, olunamandla okunenza nilixhamle ilifa kunye nabo bonke abantu bakhe.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:32 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngoku ke, bazalwana, ndiyaniyaleza kuThixo, nakwilizwi lobabalo lwakhe, enako ukunakha, aninike ilifa phakathi kwabo bonke abangcwalisiweyo.

Yabelana
Funda IZENZO 20

IZENZO 20:32 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nokwakaloku nje, bazalwana! ndiyanibekela KUTIXO nakwilizwi lofefe lwake, konamandla okunaka, nokunipa ilifa pakati kwabo bonke abenziwe ngcwele.

Yabelana
Funda IZENZO 20
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo