Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UYOBHI 28

1

UYOBHI 28:28

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi emntwini: Yabona, ukoyika iNkosi, bubulumko obo, Nokutyeka ebubini kuyingqondo.

Thelekisa

Phonononga UYOBHI 28:28

2

UYOBHI 28:12-13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke bona ubulumko bufunyanwa phi na? Iphi na indawo yengqondo? Àkalazi umntu ixabiso labo; Àbufunyanwa ezweni labahleliyo.

Thelekisa

Phonononga UYOBHI 28:12-13

3

UYOBHI 28:20-21

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ubulumko buvela phi na ke, Yiyiphi na indawo yengqondo? Bufihlakele emehlweni eento zonke eziphilileyo; Busithakele nasezintakeni zasezulwini.

Thelekisa

Phonononga UYOBHI 28:20-21

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo