Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IGENESIS 18

1

IGENESIS 18:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kukho nto ingamnqabelayo na uYehova? Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, lakubuya eli xesha, uSara abe nonyana.

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 18:14

2

IGENESIS 18:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

USara wahleka ngaphakathi kwakhe, esithi, Emveni kokuba ndihagele, ndisaya kuyolelwa na, nenkosi yam yaluphele nje?

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 18:12

3

IGENESIS 18:18

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kanti uAbraham uya kuthi abe luhlanga olukhulu, olunamandla, zisikeleleke ngaye iintlanga zonke zehlabathi.

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 18:18

4

IGENESIS 18:23-24

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wasondela uAbraham, wathi, Ungáde ubhebhethe olilungisa kunye nongendawo yini na? Hi, kwakho amashumi amahlanu amalungisa phakathi komzi; ungáde uyibhebhethe, ungayixoleli, loo ndawo yini na, ngenxa yamalungisa amashumi mahlanu akuyo?

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 18:23-24

5

IGENESIS 18:26

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYehova, Ukuba ndithe ndafumana eSodom amalungisa amashumi mahlanu phakathi komzi, ndoyixolela yonke loo ndawo ngenxa yawo.

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 18:26

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo