Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 18:26

IGENESIS 18:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uYehova, Ukuba ndithe ndafumana eSodom amalungisa amashumi mahlanu phakathi komzi, ndoyixolela yonke loo ndawo ngenxa yawo.

Yabelana
Funda IGENESIS 18

IGENESIS 18:26 IBHAYIBHILE (XHO96)

Uthe uNdikhoyo: “Ukuba kungakho amashumi amahlanu abantu abamsulwa eSodom, ndingasisindisa eso sixeko sonke ngenxa yabo.”

Yabelana
Funda IGENESIS 18

IGENESIS 18:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uYehova, Ukuba ndithe ndafumana amalungisa amashumi mahlanu emzini waseSodom, ndoyixolela yonke loo ndawo ngenxa yawo.

Yabelana
Funda IGENESIS 18

IGENESIS 18:26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wayesiti UYEHOVA: Ukuba ndiyafumana e‐Sodome amashumi mahlanu abalungileyo pakati kwesixeko, ndiya kwandula ndiyeke yonke indawo ngenxa yabo.

Yabelana
Funda IGENESIS 18
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo