Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 18:12

IGENESIS 18:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

USara wahleka ngaphakathi kwakhe, esithi, Emveni kokuba ndihagele, ndisaya kuyolelwa na, nenkosi yam yaluphele nje?

Yabelana
Funda IGENESIS 18

IGENESIS 18:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wahleka yedwa ke uSara, wathi: “Sendigqithile kwixabiso lokuzala, kanti nomyeni wam selaluphele.”

Yabelana
Funda IGENESIS 18

IGENESIS 18:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uSara wahleka entliziyweni yakhe, wathi, Ndingade ndibe noyolo na ndaluphele, nenkosi yam yaluphele nje?

Yabelana
Funda IGENESIS 18

IGENESIS 18:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wati u‐Sara ngoko wahleka pakati kwake, esiti: Emveni kwokwalupala kwam sendiya kuba nobuyolo na, inkosi yam indala nje nayo?

Yabelana
Funda IGENESIS 18
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo