1
IZAFOBE 15:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Impendulo ethambileyo iyawuthibaza umsindo, kanti ke wona amazwi akrwempayo ahlobisa igazi.
సరిపోల్చండి
IZAFOBE 15:1 ని అన్వేషించండి
2
IZAFOBE 15:33
Ukuhlonela uNdikhoyo kufundisa ubulumko; indlela eya ewongeni yintobeko.
IZAFOBE 15:33 ని అన్వేషించండి
3
IZAFOBE 15:4
Amazwi axolelanisayo angumthi wobomi; ke wona awenkohlakalo ayawaphula umoya.
IZAFOBE 15:4 ని అన్వేషించండి
4
IZAFOBE 15:22
Apho kungekho kucebisana izicwangciso ziyabhanga, kanti ke apho kukho abacebisi abaninzi ziyaphumelela.
IZAFOBE 15:22 ని అన్వేషించండి
5
IZAFOBE 15:13
Umntu oxolileyo ukhangeleka enemihlali, kanti ke yena oneenzingo uyanxuba.
IZAFOBE 15:13 ని అన్వేషించండి
6
IZAFOBE 15:3
UNdikhoyo uyazibona zonke izinto ezenzekayo; ubakhangele abenza okubi nokulungileyo.
IZAFOBE 15:3 ని అన్వేషించండి
7
IZAFOBE 15:16
Kubhetele ukuba lihlwempu elihlonela uNdikhoyo kunokuba sisinhanha esiphethwe ngamaxhala.
IZAFOBE 15:16 ని అన్వేషించండి
8
IZAFOBE 15:18
Umntu onephuku uphembelela uqhushululu; kanti ke yena onomonde uyayiphelisa ingxabano.
IZAFOBE 15:18 ని అన్వేషించండి
9
IZAFOBE 15:28
Umntu olilungisa uyacinga phambi kokuba aphendule; ke wona umlomo womntu okhohlakeleyo uphuphuma ububi.
IZAFOBE 15:28 ని అన్వేషించండి