1
IZAFOBE 10:22
IBHAYIBHILE
XHO96
Yintsikelelo kaNdikhoyo enika umntu ubutyebi; kambe ke yona ayihambi nazintsizi.
సరిపోల్చండి
IZAFOBE 10:22 ని అన్వేషించండి
2
IZAFOBE 10:19
Ekuthetheni kakhulu isono sidla ngokubakho, kambe ke ozibambayo ekuthetheni unengqiqo.
IZAFOBE 10:19 ని అన్వేషించండి
3
IZAFOBE 10:12
Intiyo iphembelela ingxabano; ke lona uthando luyazingcwaba zonke izono.
IZAFOBE 10:12 ని అన్వేషించండి
4
IZAFOBE 10:4
Umntu oqhokrwe izandla uba lihlwempu; ke yena okhutheleyo uba sisityebi.
IZAFOBE 10:4 ని అన్వేషించండి
5
IZAFOBE 10:17
Umntu oyithobelayo ingqeqesho usekhondweni lobomi; ke yena ongaphulaphuliyo ulahlekene nendlela.
IZAFOBE 10:17 ని అన్వేషించండి
6
IZAFOBE 10:9
Umntu onyanisekileyo uhamba engaxhalele nto; ke yena onamaqhinga uya kubhaqwa.
IZAFOBE 10:9 ని అన్వేషించండి
7
IZAFOBE 10:27
Ukuthobela uNdikhoyo kuyabongeza ubomi bomntu; kanti ke yona iminyaka yezibhoja iyanqanyulwa.
IZAFOBE 10:27 ని అన్వేషించండి
8
IZAFOBE 10:3
*UNdikhoyo soze abayeke abantu abalungileyo balambe, kambe ke zona izikhohlakali uyazithintela ingafezeki iminqweno yazo.
IZAFOBE 10:3 ని అన్వేషించండి
9
IZAFOBE 10:25
Zakufika iinkqwithela zimka nabo abantu abakhohlakeleyo; kanti ke bona abanyanisekileyo bema ngxishi ngonaphakade.
IZAFOBE 10:25 ని అన్వేషించండి