1
IINDUMISO 90:12
IBHAYIBHILE
XHO96
Sifundise ukuyiqingqa imihla yethu, ukuze sizuze ubulumko.
සසඳන්න
IINDUMISO 90:12 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 90:17
Nkosi, Thixo, sithamsanqelise! Siphumelelise kuyo yonke imizamo yethu; ewe, yiphumelelise yonke imizamo yethu.
IINDUMISO 90:17 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 90:14
Sithululele izibele zakho kwangentseni, size sonwabe, simemelele yonke imihla yobomi bethu.
IINDUMISO 90:14 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 90:2
Zingekadalwa iintaba, ungekalenzi ilizwe nehlabathi, ubusel' ukade unguThixo wena kwanini-nini.
IINDUMISO 90:2 ගවේෂණය කරන්න
5
IINDUMISO 90:1
Usoloko ulikhaya lethu, wena Nkosi, izizukulwana ngezizukulwana.
IINDUMISO 90:1 ගවේෂණය කරන්න
6
IINDUMISO 90:4
Linjengemini enye iwaka leminyaka kuwe, lona liyafana nemini yezolo, lifutshane okwexesha labalindi ebusuku.
IINDUMISO 90:4 ගවේෂණය කරන්න