1
IINDUMISO 91:2
IBHAYIBHILE
XHO96
Yena uya kuthi: “*Ndikhoyo, ungumkhuseli wam; uyinqaba yam, wena Thixo, ndiya kuthembela kuwe.”
සසඳන්න
IINDUMISO 91:2 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 91:1
Lowo uhleli ekhuselwe nguPhezukonke, uhlala esemthunzini kaSomandla.
IINDUMISO 91:1 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 91:15
Akuzibika kum, ndiya kumva; ndiya kuba naye ezimbandezelweni, ndimhlangule, ndimbek' ezimbekweni
IINDUMISO 91:15 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 91:11
Kaloku woziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe wokuba zikugcine endleleni yakho
IINDUMISO 91:11 ගවේෂණය කරන්න
5
IINDUMISO 91:4
akwambathise ngamaphiko akhe, akufihle ekhusini lakhe, kube likhaka nekhuselo lakho ukuthembeka kwakhe.
IINDUMISO 91:4 ගවේෂණය කරන්න
6
IINDUMISO 91:9-10
Ngenxa yokuba uthembele ngoNdikhoyo, wamenza umkhuseli wakho uPhezukonke, akuyi kuhlelwa bubi; akuyi kusondela nasibetho emzini wakho.
IINDUMISO 91:9-10 ගවේෂණය කරන්න
7
IINDUMISO 91:3
Kuba nguye okuhlangula emgibeni wabakugcayiseleyo nakubhubhani wesifo
IINDUMISO 91:3 ගවේෂණය කරන්න
8
IINDUMISO 91:7
Nokuba kungawa iwaka ecaleni kwakho, neshumi lamawaka liwe likungqonge, akusayi kuchukunyiswa nto wena.
IINDUMISO 91:7 ගවේෂණය කරන්න
9
IINDUMISO 91:5-6
Akuyi koyika zingozi zasebusuku, nakuhlaselwa ngequbuliso emini, nabhubhani wangobusuku, nasifo sigqugqisayo emini emaqanda.
IINDUMISO 91:5-6 ගවේෂණය කරන්න