Logo YouVersion
BibliaPlanyNagrania wideo
Pobierz aplikację
Wybór języka
Ikona wyszukiwania

Popularne wersety biblijne z EYEZIQALO 21

1

EYEZIQALO 21:1

IBHAYIBHILE

XHO96

*UNdikhoyo wamenzela isisa uSara ngokuthi asizalisekise isithembiso sakhe.

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 21:1

2

EYEZIQALO 21:17-18

IBHAYIBHILE

XHO96

UThixo wamva ekhala umntwana, kwavakala ilizwi lesithunywa livela ezulwini, lisithi kuHagare: “Ukhathazwa yintoni, Hagare? Sukoyika. UThixo umvile umntwana wakho kulaa ndawo umbeke kuyo. Hamb' uye kumthatha umthuthuzele. Úya kuba ngunozala wesizwe esikhulu.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 21:17-18

3

EYEZIQALO 21:2

IBHAYIBHILE

XHO96

USara wakhulelwa, waza wazala umntwana oyinkwenkwe, sele aluphele uAbraham. Wamzala kanye ngelaa xesha wayelixelile uThixo.

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 21:2

4

EYEZIQALO 21:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Wada wathi uSara: “UThixo undenze ndakwazi ukuhleka, yaye wonke ubani oyivayo le nto wohleka kunye nam.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 21:6

5

EYEZIQALO 21:12

IBHAYIBHILE

XHO96

Wavakala esithi uThixo kuye: “Hayi, sukuzikhathaza ngenxa yalo mntwana nesicakazana sakho. Yenza loo nto ithethwa nguSara wena, kuba kaloku abazukulwana bakho boba yinzala kaIsake.

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 21:12

6

EYEZIQALO 21:13

IBHAYIBHILE

XHO96

Ewe, nonyana wesicakazana lo uya kuzala isizwe esikhulu, kuba kaloku naye ngumntwana wakho ncam.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 21:13

Poprzedni rozdział
Następny rozdział
YouVersion

Zachęcanie i wzywanie cię do codziennego szukania bliskości z Bogiem.

Misja

O YouVersion

Praca

Wolontariat

Blog

Prasa

Przydatne linki

Pomoc

Wesprzyj

Przekłady Biblii

Biblie audio

Języki Biblii

Werset dnia


Cyfrowa misja

Life.Church
Polski

©2026 Life.Church / YouVersion

Polityka prywatnościRegulamin
Program ujawniania luk w zabezpieczeniach
FacebookTwitterInstagramYoutubePinterest