YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra EYEZIQALO 2

1

EYEZIQALO 2:24

IBHAYIBHILE

XHO96

Yiyo ke loo nto indoda imshiya uyise nonina, inamathele kumkayo, baze babe mntu mnye.

Sammenlign

Utforsk EYEZIQALO 2:24

2

EYEZIQALO 2:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Uthe ke uNdikhoyo uThixo emva koko: “Akukuhle ukuba le ndoda ihlale ililolo. Kuhle ndiyenzele umlingane onokuncedisana nayo.”

Sammenlign

Utforsk EYEZIQALO 2:18

3

EYEZIQALO 2:7

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo uThixo wacaphula umhlaba emhlabeni, wabumba umntu ngawo. Waphefumlela umoya obubomi emathatheni akhe, yaba ngumntu ophilayo lowo.

Sammenlign

Utforsk EYEZIQALO 2:7

4

EYEZIQALO 2:23

IBHAYIBHILE

XHO96

Ithe ke indoda: “Nanku ke oyena-yena! Lithambo lamathambo am, nenyama yeenyama zam. Kuya kuthiwa ngumfazi, kuba uthathwe kumfo.”

Sammenlign

Utforsk EYEZIQALO 2:23

5

EYEZIQALO 2:3

IBHAYIBHILE

XHO96

Wawuthamsanqelisa umhla wesixhenxe, wawumisa wangumhla okhethekileyo, kuba ngaloo mhla wayeselegqibile ukudala.

Sammenlign

Utforsk EYEZIQALO 2:3

6

EYEZIQALO 2:25

IBHAYIBHILE

XHO96

Loo ndoda nomkayo babehamba ze, bengenazintloni.

Sammenlign

Utforsk EYEZIQALO 2:25

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest