Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3

1

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16-17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Zonke iziba̔lo zinikwa ngokupefumlela KUKATIXO, zinceda kanjalo ukuba kufundiswe, ukuba kohlwaywe, ukuba kulungiswe, ukuba kululekwe ebulungiseni; ukuze indoda KATIXO ibe ifezekile, ilungiselelwe yonke imisebenzi elungileyo ngokuzalisekileyo.

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16-17

2

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

YAZI kanjalo oku, okokuba emihleni yokugqibela iya kuza kubako imihla enzima. Ngokuba abantu beya kuba ngabazitandayo, abatanda imali, abazidlayo, abaqanqalazayo, abagxeki, abangevayo abazali, abangenakubulela, abangenabungcwele, abangenalutando lwokuvela, abangaxoliseki, abancetezi, abangenabunca̔tu, izibovubovu, abatiya abalungileyo, ingcatsha, injubaqa, abakukumele lir̔atshi, bengabatanda imihlali ngapezu kwokuba bangabatanda UTIXO; benaso isimilo sobubedesho, kodwa amandla abo bewakanyele: deda kubo abanjalo.

Bandingkan

Selidiki Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest