Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 2 KUTIMOTI 2

1

2 KUTIMOTI 2:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Zama kangangoko unako ukuba ukholeke kuThixo, ube ngumntu ongenadyudyu ngomsebenzi wakhe, uyifundisa ngokufanelekileyo inyaniso.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 2:15

2

2 KUTIMOTI 2:22

IBHAYIBHILE

XHO96

Ziphephe iinkanuko zobutsha; phuthuma ukulungisa, ukholo, uthando, noxolo, umanyene nabo bonke abayinqula ngokunyaniseka iNkosi.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 2:22

3

2 KUTIMOTI 2:24

IBHAYIBHILE

XHO96

Isicaka seNkosi asifanele kulwa, koko sifanele ukuba nobubele kubantu bonke. Sifanele ukuba nemfundiso, sinomonde

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 2:24

4

2 KUTIMOTI 2:13

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuba asinyaniseki, uhlala enyanisekile yena, kuba kaloku akanakuzikhanyela yena siqu.”

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 2:13

5

2 KUTIMOTI 2:25

IBHAYIBHILE

XHO96

sithantamise xa siluleka abo bachasayo. Kaloku iNkosi isenokubapha inguquko, bayiqonde inyaniso

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 2:25

6

2 KUTIMOTI 2:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Sukungena kwiincoko ezilambathayo zeli phakade, kuba abo bangena kuzo baya bechasela kuThixo.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 2:16

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest