Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 2 KUTIMOTI 1

1

2 KUTIMOTI 1:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Kuba kaloku uMoya esimnikwe nguThixo asingowobuphakuphaku, koko uvuselela isibindi, uthando, nokuzeyisa.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 1:7

2

2 KUTIMOTI 1:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Nguye owasisindisayo wasibiza ukuba sibe ngabanyuliweyo, kungengamisebenzi yethu, kodwa ngenxa yenjongo nobubele bakhe. Wasenzela obu bubele ngoKrestu Yesu kwantlandlolo.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 1:9

3

2 KUTIMOTI 1:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngenxa yeso sizathu ndiyakukhumbuza ukuba usivuselele eso sipho wasinikwa nguThixo ukukubeka kwam izandla.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 1:6

4

2 KUTIMOTI 1:8

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke sukuba nazintloni ukungqinela iNkosi, nangam mna mbanjwa wayo. Ndaweni yaloo nto yiba nenxaxheba ezimbandezelweni ezihamba nodaba lukaKrestu, usomelezwa nguThixo.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 1:8

5

2 KUTIMOTI 1:12

IBHAYIBHILE

XHO96

Yiyo le nto ndinyamezele le meko nje. Kanti ke andoyiki nto ngaloo nto, kuba ndiyamazi kaloku endimthembileyo. Ndimthembile kuba unako kaloku ukuyilondoloza loo nto andigcinise yona, kude kufike loo Mini yakhe.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 1:12

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 2 KUTIMOTI 1

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest