Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 2 KWABASEKORINTE 9

1

2 KWABASEKORINTE 9:8

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku unako uThixo ukunipha nangaphezu kweemfuneko zenu, ukuze nisoloko nanele kwiimeko zonke, nibe nako ukuhlangabezana nayo yonke imisebenzi emihle

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 9:8

2

2 KWABASEKORINTE 9:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Elowo ke makanikele kangangoko agqibe ngako, engenasikrokro, engaziva enyanzelekile, kuba uThixo uthanda umntu opha ngobubele.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 9:7

3

2 KWABASEKORINTE 9:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Nize nikhumbule ukuba ohlwayela kancinane uvuna kancinane, ohlwayela kakhulu avune isivuno esikhulu.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 9:6

4

2 KWABASEKORINTE 9:10-11

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke uThixo obonelela umhlwayeli ngembewu nangesonka, uya kunibonelela nani ngembewu eniyisweleyo, ayikhulise inivelisele isivuno esihle ngokobubele benu. Nohlala nanele ukuze nikwazi ukusoloko ninezinwe, khon' ukuze uThixo abulelwe ngabantu abaninzi ngenxa yezipho zenu abazifumana kuthi.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 9:10-11

5

2 KWABASEKORINTE 9:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Makabulelwe uThixo ngesipho sakhe esingaka.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 9:15

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 2 KWABASEKORINTE 9

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest