Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 2 KWABASEKORINTE 10

1

2 KWABASEKORINTE 10:5

IBHAYIBHILE

XHO96

sidiliza ngazo yonke imiqobo yamabhongo achasa ukuba abantu bamazi uThixo; sithimba zonke iingcamango, sizenze zithobele uKrestu.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 10:5

2

2 KWABASEKORINTE 10:4

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku izixhobo esilwa ngazo ayizizo ezehlabathi, koko zizikrweqe ezomeleleyo zikaThixo. Ngazo ke sidiliza iinqaba. Ewe, sichitha iingxoxo ezilahlekisayo

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 10:4

3

2 KWABASEKORINTE 10:3

IBHAYIBHILE

XHO96

Kuyinene kona ukuba sihleli apha ehlabathini; kodwa ke asilwi ngokwehlabathi.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 10:3

4

2 KWABASEKORINTE 10:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku umntu owamkelekileyo ngulowo unconywa yiNkosi, ingenguye ozincoma ngokwakhe.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 10:18

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest