1
iNumeri Numeri 12:8
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ndiya kuthetha naye umlomo kumlomo, ngokubonakalayo, kungabi ngamazwi adelekileyo; yaye uya kuwubona umfanekiselo kaYehova. Yini na ukuba ungoyiki ukuthetha kumkhonzi wam uMoses?
Спореди
Истражи iNumeri Numeri 12:8
2
iNumeri Numeri 12:3
(uMoses wayengoyena mntu ulula kunabantu bonke behlabathi.)
Истражи iNumeri Numeri 12:3
3
iNumeri Numeri 12:6
Wathi: Phulaphulani amazwi am: Ukuba kukho umprofeti phakathi kwenu, mna, Yehova, ndobonakala kuye ngombono, ndithethe kuye ephupheni.
Истражи iNumeri Numeri 12:6
4
iNumeri Numeri 12:7
Akanjalo ngomkhonzi wam uMoses, othembekileyo endlwini yam yonke
Истражи iNumeri Numeri 12:7