1
iGenesis iGenesis 38:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Loo nto wayenzayo yayimbi emehlweni kaYehova; ngoko ke, naye wambulala.
Спореди
Истражи iGenesis iGenesis 38:10
2
iGenesis iGenesis 38:9
Wayesazi uOnan ukuba imbewu ayiyi kuba yeyakhe; wathi akungena kumfazi womninawa wakhe, wazikhahlela emhlabeni, ukuba angamniki mbewu umkhuluwa wakhe.
Истражи iGenesis iGenesis 38:9