1
iEksodus iEksodus 6:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ngako oko yithi koonyana bakaSirayeli, NdinguYehova, ndiya kunikhulula emithwalweni yamaYiputa, ndinihlangule ebukhobokeni bawo, ndinihlangule ngesandla esolukileyo, nangesandla esikhulu. Izigqibo
Спореди
Истражи iEksodus iEksodus 6:6
2
iEksodus iEksodus 6:7
Ndiya kunithabatha nibe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu; nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi kwemithwalo yamaYiputa
Истражи iEksodus iEksodus 6:7
3
iEksodus iEksodus 6:8-9
ndinise ezweni endaphakamisa isandla sam ngalo, ukuba ndilinike uAbraham noIsake noYakobi; ndiya kuninika lona, libe lilifa lenu: ndinguYehova. uMoses wathetha wenjenje koonyana bakaSirayeli, abamphulaphulanga uMoses ngenxa yomphefumlo obuhlungu, nangenxa yomsebenzi onzima.
Истражи iEksodus iEksodus 6:8-9
4
iEksodus iEksodus 6:1
Wathi uYehova kuMoses, Uya kukubona ngoku endiya kukwenza kuFaro, kuba uya kubakhulula ngesandla esithe nkqi, abagxothe ezweni lakhe ngesandla esithe nkqi.
Истражи iEksodus iEksodus 6:1