1
iEksodus iEksodus 25:8-9
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Bandenzela ingcwele; ukuze ndihlale phakathi kwabo. Njengako konke endikubonisa kona: ngokomfanekiso womnquba, nomfanekiso weempahla zawo zonke, ize nenze.
Спореди
Истражи iEksodus iEksodus 25:8-9
2
iEksodus iEksodus 25:2
Thetha koonyana bakaSirayeli, bandizisele umbingelelo; kuwo wonke umntu osukuba enikela ngokuqhutywa yintliziyo, wowamkela umnikelo wam.
Истражи iEksodus iEksodus 25:2