1
iEksodus iEksodus 14:14
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
uYehova uya kunilwela, ke nina nimele nithi cwaka.
Спореди
Истражи iEksodus iEksodus 14:14
2
iEksodus iEksodus 14:13
Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; lindani nje, nilubone usindiso aya kunenzela lona uYehova namhla; kuba amaYiputa lawo niwabonileyo namhlanje, anisayi kuphinda niwabone naphakade.
Истражи iEksodus iEksodus 14:13
3
iEksodus iEksodus 14:16
Ke wena, phakamisa intonga yakho, wolule isandla sakho phezu kolwandle, ulwahlule, baluwele ulwandle oonyana bakaSirayeli kowomileyo.
Истражи iEksodus iEksodus 14:16
4
iEksodus iEksodus 14:31
Bawubona oonyana bakaSirayeli umsebenzi omkhulu uYehova awayewenze kumaYiputa, bamoyika abantu uYehova, bakholwa nguYehova noMoses umkhonzi wakhe.
Истражи iEksodus iEksodus 14:31