Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16

Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 XHO1902A

Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise UYIHLO osezulwini.

Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 eilutės vaizdai

Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 - Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise UYIHLO osezulwini.Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 - Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise UYIHLO osezulwini.

Nemokami skaitymo planai ir skaitiniai, susiję su Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16