Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19

Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19 XHO1902A

KEKALOKU ukuzalwa kuka‐Yesu Kristu kwaye kungoku: ukuba unina wake u‐Mariya exanyelwe u‐Josefe nje, bengekahlangani, wafunyanwa emiti NGOMOYA OYINGCWELE. Waza u‐Josefe, indoda yake, engolungileyo nje, kanti engatandi ukumhlazisa ekuhleni, wafuna ukumlahla ngasese.

Nemokami skaitymo planai ir skaitiniai, susiję su Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19