1
IZAFOBE 17:17
IBHAYIBHILE
XHO96
Umhlobo unothando ngamaxesha onke; ke yena umntakwenu uzalelwe ukuba nawe kwiimbandezelo.
比較
IZAFOBE 17:17で検索
2
IZAFOBE 17:22
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo; kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.
IZAFOBE 17:22で検索
3
IZAFOBE 17:9
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa, kodwa lowo umana ewunokoza umcimbi uchitha ubuhlobo.
IZAFOBE 17:9で検索
4
IZAFOBE 17:27
Umntu onengqondo uyawakhetha amazwi akhe, kanti ke nomntu oqondayo uhlala epholile.
IZAFOBE 17:27で検索
5
IZAFOBE 17:28
Kanti ke nesiyatha sicingelwa ukuba sisilumko ukuba asithandi kuthetha; kaloku umntu othuleyo ubalelwa ukuba yingqondi.
IZAFOBE 17:28で検索
6
IZAFOBE 17:1
Akunani kwaukutya iqhekeza lesonka uxolile kunokuba semzini ozele yinyama yamadini kodwa kugquba imbambano.
IZAFOBE 17:1で検索
7
IZAFOBE 17:14
Ukuphemba inkathazo kufana nokuqhekezwa kodonga lwedama; ngoko ke nyawuka ingekakongameli.
IZAFOBE 17:14で検索
8
IZAFOBE 17:15
Okhulula umntu onetyala nogweba umntu omsulwa bobabini uNdikhoyo uyabacekisa.
IZAFOBE 17:15で検索