1
AMAVA ENGQONDI 8:15
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngoko ke mna ndithi masonwabe, kuba ayikho enye into emfaneleyo umntu apha phantsi kwelanga ngaphandle kokuba atye asele azonwabele. Loo nto ke únokuyenza phakathi kwemizabalazo yakhe kobu bomi abuphiwe nguThixo kulo mhlaba.
比較
AMAVA ENGQONDI 8:15で検索
2
AMAVA ENGQONDI 8:12
Nakuba isikhohlakali singona nakalikhulu, siphile ixesha elide, noko ndiyazi ukuba izinto ziya kuhamba kakuhle kwabo bamoyikayo uThixo, abo bamhlonelayo.
AMAVA ENGQONDI 8:12で検索
3
AMAVA ENGQONDI 8:6
Kaloku yonke into inexesha layo nendlela emayenziwe ngayo; kambe buninzi ububi obunokumhlela umntu
AMAVA ENGQONDI 8:6で検索
4
AMAVA ENGQONDI 8:8
Umntu akanalo igunya phezu komoya ukuba awuthintele; akukho bani uyilawulayo imini yokufa kwakhe. Njengokuba kungekho ukuphuncula emfazweni, kananjalo inkohlakalo ayibayeki abo bayenzayo.
AMAVA ENGQONDI 8:8で検索
5
AMAVA ENGQONDI 8:11
Xa isohlwayo setyala singàphunyezwa msinya abantu baqhubela phambili ukwenza ububi.
AMAVA ENGQONDI 8:11で検索
6
AMAVA ENGQONDI 8:14
Ewe, ikho into engamampunge eyenzekayo kweli hlabathi: maxa wambi amalungisa azuza isohlwayo sezikhohlakali, zize zona izikhohlakali zifumane indwe yamalungisa! Ndithi kwanaloo nto ngamampunge!
AMAVA ENGQONDI 8:14で検索
7
AMAVA ENGQONDI 8:7
akazi ukuba kuya kwenzeka ntoni. Kakade ngubani onokuxela okuya kubakho?
AMAVA ENGQONDI 8:7で検索