YouVersionロゴ
聖書読書プランビデオ
アプリを入手
言語選択
検索アイコン

AMAVA ENGQONDI 11の有名な聖句

1

AMAVA ENGQONDI 11:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Wena mntu osemtsha, yonwaba ngethuba lobutsha bakho, intliziyo yakho ichwayite lo gama uselula. Yenze loo nto isentliziyweni yakho, nditsho leyo ibonwa ngamehlo akho, kambe ke ukhumbule ukuba uza kuziphendulela enkundleni kaThixo ngayo yonke into oyenzileyo.

比較

AMAVA ENGQONDI 11:9で検索

2

AMAVA ENGQONDI 11:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke ligxothe ixhala entliziyweni yakho, ukuphephe okunokwenzakalisa umzimba wakho. Kaloku ubutsha namandla awo ngamampunge.

比較

AMAVA ENGQONDI 11:10で検索

3

AMAVA ENGQONDI 11:4

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuba ujonge imo ethile yezulu soze ulime; kanti ke ukuba uqwalasela amafu soze uvune.

比較

AMAVA ENGQONDI 11:4で検索

4

AMAVA ENGQONDI 11:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Njengoko ungayazi indlela yomoya, ungamazi nokuba wenziwa njani na umntu esizalweni sonina, kananjalo soze ukuqonde nokusebenza kukaThixo onguMdali weento zonke.

比較

AMAVA ENGQONDI 11:5で検索

5

AMAVA ENGQONDI 11:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Imbewu yihlwayele kusasa, nangokuhlwa ungasiphumzi isandla sakho. Kaloku akuyazi eya kuphumelela: isenokuba yile okanye leya, ukanti zisenokuphumelela zombini.

比較

AMAVA ENGQONDI 11:6で検索

6

AMAVA ENGQONDI 11:2

IBHAYIBHILE

XHO96

Indyebo yakho yigcinise kwiindawo ezisixhenxe – ewe, noba zide zasibhozo – kuba kaloku akuyazi intlekele enokulihlela ihlabathi.

比較

AMAVA ENGQONDI 11:2で検索

前章
次章
YouVersion

日々、神との親しい交わりを求めるために、あなたを励まし、勇気を与えます。

ミニストリー

概要

キャリア

ボランティア

ブログ

プレス

便利なリンク集

ヘルプ

寄付

聖書の訳

オーディオ聖書

聖書の言語

今日の聖句


デジタルミニストリー

Life.Church
日本語

©2026 Life.Church / YouVersion

プライバシー規約利用規約
脆弱性の開示
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest