1
KUMAHEBHERE 6:19
IBHAYIBHILE
XHO96
Eli themba ke liyintsika yobomi bethu. Liyasikhusela, futhi lisisiqinisekiso. Lingena liye kutsho ngaphaya komkhusane
Confronta
Esplora KUMAHEBHERE 6:19
2
KUMAHEBHERE 6:10
Kaloku yena uThixo akalotshijolo: akazange awulibale umsebenzi eniwenzileyo ngenxa yakhe, nothando enilubonakalise ngokulungiselela abantu bakhe – msebenzi lowo nisawuqhubayo unangoku.
Esplora KUMAHEBHERE 6:10
3
KUMAHEBHERE 6:18
Nâzo ke izinto ezimbini ezingenakujikwa – isifungo nesithembiso – ibe ke noThixo akanakuxoka. Ngoko ke thina basindileyo siyakhuthazwa ukuba sibambelele nkqi kweli themba liphambi kwethu.
Esplora KUMAHEBHERE 6:18
4
KUMAHEBHERE 6:1
Ngoko ke masizishiye iimfundiso zabaqalayo, siqhubele phambili kwezo zamakholwa akhulileyo. Masingabi saphindela emva, sibeka iziseko zokukholwa kuThixo, nenguquko kwimisebenzi ephuthileyo esasiyenza
Esplora KUMAHEBHERE 6:1